Yuda 5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndinqwenela ukunikhumbuza, nangona nikwazi oku kakade,+ ukuba uYehova, nangona wasisindisayo isizwana ngokusikhupha kwilizwe laseYiputa,+ kodwa kamva wabatshabalalisa abo bangabonisanga lukholo.+
5 Ndinqwenela ukunikhumbuza, nangona nikwazi oku kakade,+ ukuba uYehova, nangona wasisindisayo isizwana ngokusikhupha kwilizwe laseYiputa,+ kodwa kamva wabatshabalalisa abo bangabonisanga lukholo.+