1 Korinte 12:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 khon’ ukuze kungabikho kwahlukana emzimbeni, kodwa ukuze amalungu awo anyamekelane.+ Efese 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+
25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+