Mateyu 22:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Bathi: “NgokaKesare.” Wandula ke wathi kubo: “Ngoko ke, buyiselani izinto zikaKesare kuKesare, kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+ Marko 12:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wandula ke uYesu wathi: “Buyiselani izinto zikaKesare kuKesare,+ kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+ Kwaye bamangaliswa nguye.+ Luka 20:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wathi kubo: “Ngandlela zonke, ngoko, buyiselani izinto zikaKesare kuKesare,+ kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+
21 Bathi: “NgokaKesare.” Wandula ke wathi kubo: “Ngoko ke, buyiselani izinto zikaKesare kuKesare, kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+
17 Wandula ke uYesu wathi: “Buyiselani izinto zikaKesare kuKesare,+ kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+ Kwaye bamangaliswa nguye.+
25 Wathi kubo: “Ngandlela zonke, ngoko, buyiselani izinto zikaKesare kuKesare,+ kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+