Luka 21:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Hlalani niphaphile,+ ngoko, lonke ixesha nisenza isikhungo+ ukuze niphumelele ekubalekeni zonke ezi zinto zimiselwe ukubakho, nasekumeni phambi koNyana womntu.”+ 1 Korinte 15:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Vukani niqabuke+ nenze ubulungisa, ningasiqheliseli isono, kuba bambi baswele ulwazi ngoThixo.+ Ndikuthetha oku ukuze nidane.+ 1 Tesalonika 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko ke, masingalali+ njengoko abanye besenza,+ kodwa masihlale siphaphile,+ sithe qwa.+
36 Hlalani niphaphile,+ ngoko, lonke ixesha nisenza isikhungo+ ukuze niphumelele ekubalekeni zonke ezi zinto zimiselwe ukubakho, nasekumeni phambi koNyana womntu.”+
34 Vukani niqabuke+ nenze ubulungisa, ningasiqheliseli isono, kuba bambi baswele ulwazi ngoThixo.+ Ndikuthetha oku ukuze nidane.+