Mateyu 17:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kodwa ukuze singabakhubekisi,+ yiya elwandle, uphose igwegwe lokuloba iintlanzi, uze uthabathe intlanzi ethe yavela kuqala, yaye xa uvula umlomo wayo, uya kufumana ingqekembe yestateri. Yithabathe uze ubanike yona uhlawulele mna nawe.”+ Mateyu 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane banokholo kum, ngekumlungele kanye ukuba agangxwe ilitye lokusila+ entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile aze atshoniswe enzulwini yolwandle.+ 1 Korinte 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa hlalani niphaphile ukuze eli gunya lenu lingathi ngandlel’ ithile libe sisikhubekiso kwabo babuthathaka.+ 1 Korinte 10:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kuphepheni ukuba zizikhubekiso+ kumaYuda nakumaGrike nakwibandla likaThixo,
27 Kodwa ukuze singabakhubekisi,+ yiya elwandle, uphose igwegwe lokuloba iintlanzi, uze uthabathe intlanzi ethe yavela kuqala, yaye xa uvula umlomo wayo, uya kufumana ingqekembe yestateri. Yithabathe uze ubanike yona uhlawulele mna nawe.”+
6 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane banokholo kum, ngekumlungele kanye ukuba agangxwe ilitye lokusila+ entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile aze atshoniswe enzulwini yolwandle.+
9 Kodwa hlalani niphaphile ukuze eli gunya lenu lingathi ngandlel’ ithile libe sisikhubekiso kwabo babuthathaka.+