Mateyu 6:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+ Luka 17:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa akubuzwa ngabaFarisi ukuba buya kufika nini na ubukumkani bukaThixo,+ wabaphendula wathi: “Ubukumkani bukaThixo abuzi ngembonakalo ephawulekayo,
33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+
20 Kodwa akubuzwa ngabaFarisi ukuba buya kufika nini na ubukumkani bukaThixo,+ wabaphendula wathi: “Ubukumkani bukaThixo abuzi ngembonakalo ephawulekayo,