Roma 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko ke masingabi sagwebana,+ kodwa kunoko zenzeleni esi sigqibo,+ sokuba ningamkhubekisi+ umzalwana+ okanye nimwise. 1 Korinte 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko ke, ukuba ukutya kuyamkhubekisa umzalwana wam,+ andisayi kuze ndiyitye kwakhona inyama konke konke, ukuze ndingamkhubekisi umzalwana wam.+ 1 Korinte 10:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngamnye makafune, kungekhona ingenelo yakhe,+ kodwa eyomnye umntu.+
13 Ngoko ke masingabi sagwebana,+ kodwa kunoko zenzeleni esi sigqibo,+ sokuba ningamkhubekisi+ umzalwana+ okanye nimwise.
13 Ngoko ke, ukuba ukutya kuyamkhubekisa umzalwana wam,+ andisayi kuze ndiyitye kwakhona inyama konke konke, ukuze ndingamkhubekisi umzalwana wam.+