Mateyu 15:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ekuphenduleni wathi: “Andithunyelwanga nakubaphi na ngaphandle kwezimvu ezilahlekileyo zendlu kaSirayeli.”+ Yohane 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Weza kwikhaya lakhe, kodwa abantu bakowabo abamamkelanga.+
24 Ekuphenduleni wathi: “Andithunyelwanga nakubaphi na ngaphandle kwezimvu ezilahlekileyo zendlu kaSirayeli.”+