1 Korinte 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukuba sihlwayele izinto zokomoya+ kuni, kuyinto enkulu na ukuba siza kuvuna izinto zenyama kuni?+ 1 Korinte 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngale ndlela, kwanayo, iNkosi yamisela+ ukuba abo babhengeza iindaba ezilungileyo baphile ngazo iindaba ezilungileyo.+ Galati 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, lowo ufundiswa ilizwi ngomlomo+ makabelane+ nalowo ufundisayo+ ngeento zonke ezilungileyo anazo. Hebhere 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngaphezu koko, musani ukulibala ukwenza okulungileyo+ nokwabelana ngezinto nabanye, kuba uThixo uyakholiswa yimibingelelo enjalo.+
14 Ngale ndlela, kwanayo, iNkosi yamisela+ ukuba abo babhengeza iindaba ezilungileyo baphile ngazo iindaba ezilungileyo.+
6 Noko ke, lowo ufundiswa ilizwi ngomlomo+ makabelane+ nalowo ufundisayo+ ngeento zonke ezilungileyo anazo.
16 Ngaphezu koko, musani ukulibala ukwenza okulungileyo+ nokwabelana ngezinto nabanye, kuba uThixo uyakholiswa yimibingelelo enjalo.+