Roma 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa kutheni umgweba nje umzalwana wakho?+ Okanye kutheni umjongela phantsi nje umzalwana wakho? Sonke siya kuma phambi kwesihlalo sokugweba+ sikaThixo; Yakobi 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Musani ukuthetha okubi omnye ngomnye, bazalwana.+ Lowo uthetha okubi ngomzalwana, amgwebe+ umzalwana wakhe, uthetha okubi ngomthetho yaye ugweba umthetho. Ke ukuba ugweba umthetho, akunguye umenzi womthetho, kodwa ungumgwebi.+
10 Kodwa kutheni umgweba nje umzalwana wakho?+ Okanye kutheni umjongela phantsi nje umzalwana wakho? Sonke siya kuma phambi kwesihlalo sokugweba+ sikaThixo;
11 Musani ukuthetha okubi omnye ngomnye, bazalwana.+ Lowo uthetha okubi ngomzalwana, amgwebe+ umzalwana wakhe, uthetha okubi ngomthetho yaye ugweba umthetho. Ke ukuba ugweba umthetho, akunguye umenzi womthetho, kodwa ungumgwebi.+