IZenzo 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yena wayeyalelwe ngomlomo indlela kaYehova yaye, njengoko wayevutha ngumoya,+ wayehamba ethetha kwaye efundisa ngokuchanileyo izinto ezingoYesu, kodwa eqhelene nobhaptizo lukaYohane+ kuphela. IZenzo 18:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 kuba ngokucokiseke kakhulu wawangqina esidlangalaleni amaYuda ukuba aphosisile, ngoxa wayebonakalisa ngeZibhalo+ ukuba uYesu unguKRISTU.+ IZenzo 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku kwathi, ngoxa uApolo+ wayeseKorinte, uPawulos wazityhutyha iinxalenye eziphakathi elizweni waza wehlela e-Efese,+ yaye wafumana abafundi abathile;
25 Yena wayeyalelwe ngomlomo indlela kaYehova yaye, njengoko wayevutha ngumoya,+ wayehamba ethetha kwaye efundisa ngokuchanileyo izinto ezingoYesu, kodwa eqhelene nobhaptizo lukaYohane+ kuphela.
28 kuba ngokucokiseke kakhulu wawangqina esidlangalaleni amaYuda ukuba aphosisile, ngoxa wayebonakalisa ngeZibhalo+ ukuba uYesu unguKRISTU.+
19 Ke kaloku kwathi, ngoxa uApolo+ wayeseKorinte, uPawulos wazityhutyha iinxalenye eziphakathi elizweni waza wehlela e-Efese,+ yaye wafumana abafundi abathile;