Isaya 54:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ukuba nabani na angakuhlasela, akayi kuba eyalelwe ndim.+ Nabani na okuhlaselayo uya kuwa ngenxa yakho.”+ 2 Tesalonika 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Oku kuzis’ engqalelweni ukuba kububulungisa kuye uThixo ukubabuyekeza ngembandezelo abo banibandezelayo,+
15 Ukuba nabani na angakuhlasela, akayi kuba eyalelwe ndim.+ Nabani na okuhlaselayo uya kuwa ngenxa yakho.”+
6 Oku kuzis’ engqalelweni ukuba kububulungisa kuye uThixo ukubabuyekeza ngembandezelo abo banibandezelayo,+