IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 12:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Yaza iNkosi yathi: “Ngubani ngokwenene elo gosa lithembekileyo,+ elo liyingqondi,+ inkosi yalo eya kulimisela phezu kweqela layo labalindi ukuhlala lilinika umlinganiselo walo wokutya ngexesha elifanelekileyo?+

  • 1 Korinte 9:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ukuba ndikwenza oku ngokuzithandela,+ ndinomvuzo;+ kodwa ukuba ndikwenza ngokunxamnye nokuthanda kwam, noko kunjalo ndiphathiswe ubugosa.+

  • Kolose 1:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ndenziwa umlungiseleli+ weli bandla nguThixo owandinika ubugosa+ ngenxa yezilangazelelo zenu ukuze ndilishumayele ilizwi likaThixo ngokupheleleyo,

  • Tito 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kuba umveleli umele abe ngongenakumangaleleka+ njengegosa likaThixo,+ angabi ngowenza unothanda,+ angabi ngoqumba msinya,+ angaxokozeliswa butywala,+ angabi ngumbethi,+ angabaweli inzuzo yokunganyaniseki,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share