1 Korinte 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndibhekisela kwinto yokuba, ngamnye wenu esithi: “Mna ndingokaPawulos,” “Kodwa mna ndingoka-Apolo,”+ “Kodwa mna ndingokaKefas,” “Kodwa mna ndingokaKristu.” 1 Korinte 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 enoba nguPawulos okanye uApolo+ okanye uKefas okanye ihlabathi okanye ubomi okanye ukufa okanye izinto ezilapha ngoku okanye izinto eziza kuza,+ zonke izinto zezenu;
12 Ndibhekisela kwinto yokuba, ngamnye wenu esithi: “Mna ndingokaPawulos,” “Kodwa mna ndingoka-Apolo,”+ “Kodwa mna ndingokaKefas,” “Kodwa mna ndingokaKristu.”
22 enoba nguPawulos okanye uApolo+ okanye uKefas okanye ihlabathi okanye ubomi okanye ukufa okanye izinto ezilapha ngoku okanye izinto eziza kuza,+ zonke izinto zezenu;