INdumiso 44:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa ngenxa yakho sibulewe imini yonke;Sigqalwe njengezimvu zokuxhelwa.+ Roma 8:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ngenxa yakho sibulawa imini yonke, sigqalwe njengezimvu zokuxhelwa.”+ 2 Korinte 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 njengabangaziwayo ukanti saziwa kakuhle,+ njengabafayo ukanti, khangela! siyaphila,+ njengabaqeqeshwayo+ ukanti asinikelwa kufeni,+ ISityhilelo 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Xa yalivulayo elesihlanu itywina, ndabona phantsi kwesibingelelo+ imiphefumlo+ yabo babulawa+ ngogonyamelo ngenxa yelizwi likaThixo nangenxa yomsebenzi wokungqina+ ababefudula benawo.
36 Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ngenxa yakho sibulawa imini yonke, sigqalwe njengezimvu zokuxhelwa.”+
9 njengabangaziwayo ukanti saziwa kakuhle,+ njengabafayo ukanti, khangela! siyaphila,+ njengabaqeqeshwayo+ ukanti asinikelwa kufeni,+
9 Xa yalivulayo elesihlanu itywina, ndabona phantsi kwesibingelelo+ imiphefumlo+ yabo babulawa+ ngogonyamelo ngenxa yelizwi likaThixo nangenxa yomsebenzi wokungqina+ ababefudula benawo.