IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 14:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ungubani na wena ukuba ugwebe isicaka sendlu somnye?+ Ukuma okanye ukuwa kwaso kusenkosini yaso.+ Eneneni, siya kwenziwa sime, kuba uYehova unako ukusenza sime.+

  • 1 Tesalonika 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 ize iziqinise iintliziyo zenu, ukuze ningabi nakusoleka+ ebungcweleni phambi koThixo uBawo wethu ebudeni bobukho+ beNkosi yethu uYesu nabo bonke abangcwele bayo.+

  • 2 Tesalonika 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kodwa iNkosi ithembekile, yaye iya kuniqinisa ize inigcine kulowo ungendawo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share