Efese 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kuba sizamazamana,+ kungekhona negazi nenyama, kodwa noorhulumente,+ namagunya,+ nabalawuli+ behlabathi bobu bumnyama, kwanemikhosi yoomoya+ abangendawo kwezasezulwini iindawo. 1 Petros 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwatyhilwa kubo ukuba, babengazilungiseleli bona ziqu,+ kodwa babelungiselela nina, izinto eziye ngoku zaziswa+ kuni ngabo baye bavakalisa iindaba ezilungileyo kuni ngomoya oyingcwele+ owathunyelwa usuka ezulwini. Kwaneengelosi zinqwenela ukuqondela kwezi zinto.+
12 kuba sizamazamana,+ kungekhona negazi nenyama, kodwa noorhulumente,+ namagunya,+ nabalawuli+ behlabathi bobu bumnyama, kwanemikhosi yoomoya+ abangendawo kwezasezulwini iindawo.
12 Kwatyhilwa kubo ukuba, babengazilungiseleli bona ziqu,+ kodwa babelungiselela nina, izinto eziye ngoku zaziswa+ kuni ngabo baye bavakalisa iindaba ezilungileyo kuni ngomoya oyingcwele+ owathunyelwa usuka ezulwini. Kwaneengelosi zinqwenela ukuqondela kwezi zinto.+