IZenzo 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 kodwa wacela indlela+ waza wathi kuwo: “Ndiza kubuyela kuni kwakhona, ukuba uYehova uyathanda.”+ Wahamba ngolwandle esuka e-Efese, Yakobi 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kunoko, nifanele nithi: “Ukuba uYehova uyathanda,+ siza kuphila senze oku nokuya.”+
21 kodwa wacela indlela+ waza wathi kuwo: “Ndiza kubuyela kuni kwakhona, ukuba uYehova uyathanda.”+ Wahamba ngolwandle esuka e-Efese,