2 Korinte 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba kwanokuba ndingaqhayisa+ kakhulu ngegunya esalinikwa yiNkosi ukuba sinakhe, singanichithi,+ bendingayi kuba neentloni, 2 Korinte 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kungenxa yoko le nto ndibhala ezi zinto ngoxa ndingekho, ukuze, xa ndikho, ndinganiphathi ngokuqatha+ ngokwegunya endalinikwa yiNkosi, ukuba ndakhe,+ ndingachithi.
8 Kuba kwanokuba ndingaqhayisa+ kakhulu ngegunya esalinikwa yiNkosi ukuba sinakhe, singanichithi,+ bendingayi kuba neentloni,
10 Kungenxa yoko le nto ndibhala ezi zinto ngoxa ndingekho, ukuze, xa ndikho, ndinganiphathi ngokuqatha+ ngokwegunya endalinikwa yiNkosi, ukuba ndakhe,+ ndingachithi.