2 Korinte 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kungenxa yoko le nto ndibhala ezi zinto ngoxa ndingekho, ukuze, xa ndikho, ndinganiphathi ngokuqatha+ ngokwegunya endalinikwa yiNkosi, ukuba ndakhe,+ ndingachithi.
10 Kungenxa yoko le nto ndibhala ezi zinto ngoxa ndingekho, ukuze, xa ndikho, ndinganiphathi ngokuqatha+ ngokwegunya endalinikwa yiNkosi, ukuba ndakhe,+ ndingachithi.