Roma 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa lowo uthandabuzayo, ukuba uthe watya+ sele egwetyelwe isohlwayo, kuba akatyi ngokwaselukholweni. Eneneni, yonk’ into engasuki lukholweni isisono.+
23 Kodwa lowo uthandabuzayo, ukuba uthe watya+ sele egwetyelwe isohlwayo, kuba akatyi ngokwaselukholweni. Eneneni, yonk’ into engasuki lukholweni isisono.+