Roma 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko ke masingabi sagwebana,+ kodwa kunoko zenzeleni esi sigqibo,+ sokuba ningamkhubekisi+ umzalwana+ okanye nimwise. Roma 14:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Musa ukuchitha umsebenzi kaThixo ngenxa nje yokutya.+ Enyanisweni, zonke izinto zicocekile, kodwa kubi kuloo mntu uthi ngokutya akhubekise.+
13 Ngoko ke masingabi sagwebana,+ kodwa kunoko zenzeleni esi sigqibo,+ sokuba ningamkhubekisi+ umzalwana+ okanye nimwise.
20 Musa ukuchitha umsebenzi kaThixo ngenxa nje yokutya.+ Enyanisweni, zonke izinto zicocekile, kodwa kubi kuloo mntu uthi ngokutya akhubekise.+