Mateyu 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane banokholo kum, ngekumlungele kanye ukuba agangxwe ilitye lokusila+ entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile aze atshoniswe enzulwini yolwandle.+ Roma 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuhle ukuba ungatyi nyama okanye ungaseli wayini okanye ungenzi nantoni na emkhubekisayo umzalwana wakho.+ 2 Korinte 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngubani na obuthathaka,+ ndize mna ndingabi buthathaka? Ngubani na okhutyekiswayo, ndize mna ndingavakalelwa?
6 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane banokholo kum, ngekumlungele kanye ukuba agangxwe ilitye lokusila+ entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile aze atshoniswe enzulwini yolwandle.+
21 Kuhle ukuba ungatyi nyama okanye ungaseli wayini okanye ungenzi nantoni na emkhubekisayo umzalwana wakho.+
29 Ngubani na obuthathaka,+ ndize mna ndingabi buthathaka? Ngubani na okhutyekiswayo, ndize mna ndingavakalelwa?