1 Korinte 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndingade ndibe naso nesiphiwo sokuprofeta+ yaye ndiqhelane nazo zonke iimfihlelo ezingcwele+ nalo lonke ulwazi,+ ndinalo nokholo lokususa iintaba,+ kodwa ukuba andinalo uthando, ndiyinto engento.+ 2 Korinte 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku ngenxa yokuba sinomoya ofanayo wokholo njengalowo ekubhalwe ngawo kwathiwa: “Ndabonisa ukholo, ke ngoko ndathetha,”+ nathi sibonisa ukholo yaye ke ngoko siyathetha,
2 Ndingade ndibe naso nesiphiwo sokuprofeta+ yaye ndiqhelane nazo zonke iimfihlelo ezingcwele+ nalo lonke ulwazi,+ ndinalo nokholo lokususa iintaba,+ kodwa ukuba andinalo uthando, ndiyinto engento.+
13 Ke kaloku ngenxa yokuba sinomoya ofanayo wokholo njengalowo ekubhalwe ngawo kwathiwa: “Ndabonisa ukholo, ke ngoko ndathetha,”+ nathi sibonisa ukholo yaye ke ngoko siyathetha,