IZenzo 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngako oko wayibamba ngesandla sasekunene+ waza wayiphakamisa. Ngephanyazo iintende zeenyawo zayo namathambo amaqatha ayo aqiniswa;+ IZenzo 28:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Emva kokuba oku kwenzekile, kwanabanye abantu besiqithi ababenezifo beza kuye ukuze baphiliswe.+
7 Ngako oko wayibamba ngesandla sasekunene+ waza wayiphakamisa. Ngephanyazo iintende zeenyawo zayo namathambo amaqatha ayo aqiniswa;+