Roma 3:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuphi na, ngoko, ukuqhayisa?+ Kusingelwe phantsi. Ngawuphi umthetho?+ Ngalowo wemisebenzi?+ Eneneni akunjalo, kodwa ngomthetho wokholo.+ 1 Korinte 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba ngubani na okwenza wahluke+ komnye? Eneneni, yintoni na onayo ongayamkeliswanga?+ Ukuba, eneneni wamkelisiwe,+ uqhayiselani+ ngokungathi akwamkeliswanga?
27 Kuphi na, ngoko, ukuqhayisa?+ Kusingelwe phantsi. Ngawuphi umthetho?+ Ngalowo wemisebenzi?+ Eneneni akunjalo, kodwa ngomthetho wokholo.+
7 Kuba ngubani na okwenza wahluke+ komnye? Eneneni, yintoni na onayo ongayamkeliswanga?+ Ukuba, eneneni wamkelisiwe,+ uqhayiselani+ ngokungathi akwamkeliswanga?