Roma 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukuba, ngoko, singabantwana, sikwaziindlalifa: eneneni iindlalifa zikaThixo, kodwa iindlalifa ezimanyene+ noKristu, ukuba nje sibandezeleka+ ndawonye naye ukuze sizukiswe ndawonye naye.+ 1 Petros 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba kulunge ngakumbi ukubandezeleka ngenxa yokuba nisenza okulungileyo,+ ukuba kukuthanda kukaThixo oko, kunangenxa yokuba nisenza ububi.+ 1 Petros 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa ukuba ubandezeleka+ njengomKristu, makangaziva eneentloni,+ kodwa makaqhubeke ezukisa uThixo ngalo elo gama.
17 Ukuba, ngoko, singabantwana, sikwaziindlalifa: eneneni iindlalifa zikaThixo, kodwa iindlalifa ezimanyene+ noKristu, ukuba nje sibandezeleka+ ndawonye naye ukuze sizukiswe ndawonye naye.+
17 Kuba kulunge ngakumbi ukubandezeleka ngenxa yokuba nisenza okulungileyo,+ ukuba kukuthanda kukaThixo oko, kunangenxa yokuba nisenza ububi.+
16 Kodwa ukuba ubandezeleka+ njengomKristu, makangaziva eneentloni,+ kodwa makaqhubeke ezukisa uThixo ngalo elo gama.