Roma 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ukuba, xa sasiziintshaba,+ saxolelaniswa noThixo ngokufa koNyana wakhe,+ kobeka phi na ke ngoku ukusindiswa ngobomi bakhe,+ ekubeni sixolelanisiwe. Efese 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 nokuze athi mzimbeni+ mnye azixolelanise+ ngokupheleleyo noThixo ezi zizwana zibini ngaso isibonda sentuthumbo,+ ngenxa yokuba ebubulele ubutshaba+ ngaye ngokwakhe. Kolose 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 nokuba ngaye aphinde axolelanise+ kuye ngokwakhe zonke ezinye izinto+ ngokwenza uxolo+ ngegazi+ awaliphalaza kwisibonda sentuthumbo,+ kungakhathaliseki enoba zizinto ezisemhlabeni okanye izinto ezisemazulwini.
10 Kuba ukuba, xa sasiziintshaba,+ saxolelaniswa noThixo ngokufa koNyana wakhe,+ kobeka phi na ke ngoku ukusindiswa ngobomi bakhe,+ ekubeni sixolelanisiwe.
16 nokuze athi mzimbeni+ mnye azixolelanise+ ngokupheleleyo noThixo ezi zizwana zibini ngaso isibonda sentuthumbo,+ ngenxa yokuba ebubulele ubutshaba+ ngaye ngokwakhe.
20 nokuba ngaye aphinde axolelanise+ kuye ngokwakhe zonke ezinye izinto+ ngokwenza uxolo+ ngegazi+ awaliphalaza kwisibonda sentuthumbo,+ kungakhathaliseki enoba zizinto ezisemhlabeni okanye izinto ezisemazulwini.