IMizekeliso 11:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kukho ochithachithayo kodwa abe esanda;+ ukwakho ozinqandayo kokulungileyo, kodwa umphumo kukuswela kuphela.+ Galati 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+
24 Kukho ochithachithayo kodwa abe esanda;+ ukwakho ozinqandayo kokulungileyo, kodwa umphumo kukuswela kuphela.+
7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+