2 Korinte 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Nani ninokunceda ngokusenzela isikhungo,+ ukuze babe baninzi abasibulelelayo+ kuba siye senzelwa ububele ngenxa yemithandazo yabaninzi.+ 2 Korinte 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba zonke izinto zingenxa yenu,+ ukuze ububele obungasifanelanga obandiswayo buphuphume ngenxa yombulelo wabaninzi abangakumbi kuse kuzuko lukaThixo.+
11 Nani ninokunceda ngokusenzela isikhungo,+ ukuze babe baninzi abasibulelelayo+ kuba siye senzelwa ububele ngenxa yemithandazo yabaninzi.+
15 Kuba zonke izinto zingenxa yenu,+ ukuze ububele obungasifanelanga obandiswayo buphuphume ngenxa yombulelo wabaninzi abangakumbi kuse kuzuko lukaThixo.+