IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngenxa yokuba uMthetho wanikelwa ngoMoses,+ bona ububele obungasifanelanga+ nenyaniso+ zabakho ngoYesu Kristu.

  • Roma 3:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 yaye kunjengesipho sesisa+ ukuvakaliswa kwabo bengamalungisa ngobubele bakhe obungasifanelanga+ ngako ukukhululwa ngentlawulelo+ ngoKristu Yesu.

  • Roma 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kodwa sona isipho asibanga njengesigqitho. Kuba ukuba ngesigqitho somntu omnye kufe abaninzi, ububele obungasifanelanga bukaThixo nesipho sakhe sesisa ngabo ububele obungasifanelanga ngomntu omnye+ uYesu Kristu baphuphuma kakhulu ngakumbi kwabaninzi.+

  • Efese 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ndaba ngumlungiseleli+ wako oku ngenxa yesipho sesisa sobubele obungasifanelanga bukaThixo endabunikwa ngokusebenza kwamandla akhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share