Efese 5:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 ukuze alizise kuye ibandla limbejembeje,+ lingenabala okanye mibimbi okanye nayiphi na yezinto ezinjalo, kodwa ukuze libe ngcwele yaye lingabi nasiphako.+ Kolose 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Nguye esimvakalisayo,+ siluleka wonke umntu yaye sifundisa wonke umntu ngabo bonke ubulumko,+ ukuze sinikele wonke umntu ephelele+ ngokumanyene noKristu.
27 ukuze alizise kuye ibandla limbejembeje,+ lingenabala okanye mibimbi okanye nayiphi na yezinto ezinjalo, kodwa ukuze libe ngcwele yaye lingabi nasiphako.+
28 Nguye esimvakalisayo,+ siluleka wonke umntu yaye sifundisa wonke umntu ngabo bonke ubulumko,+ ukuze sinikele wonke umntu ephelele+ ngokumanyene noKristu.