IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Korinte 15:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kodwa ngobubele obungasifanelanga bukaThixo+ ndiyile nto ndiyiyo. Yaye ububele bakhe obungasifanelanga obabukum abubanga lilize,+ kodwa ndasebenza ukubagqitha bonke,+ kanti ingendim kodwa ibububele obungasifanelanga bukaThixo obukum.+

  • 2 Korinte 11:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Bangabalungiseleli bakaKristu na? Ndiphendula njengomntu ophambeneyo, ndingobalaseleyo:+ ngokusebenza ngakumbi,+ ngokuba sezintolongweni kaninzi,+ ngezithonga ezigqithiseleyo, ngokusinda cebetshu ekufeni ngokufuthi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share