IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 101:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Akayi kuhlala ngaphakathi endlwini yam umsebénzi wenkohliso.+

      Yena ke nabani na othetha ubuxoki, akayi kumiselwa ngokuqinileyo+

      Phambi kwamehlo am.+

  • INdumiso 119:118
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 118 Ubalahlile bonke abo balahlekayo emimiselweni yakho;+

      Kuba inkohliso yabo ibubuxoki.+

  • IZenzo 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kodwa uPetros wathi: “Ananiyas, kutheni uSathana+ ekukhaliphisile nje ukuba uxokise+ umoya oyingcwele+ nokuba unkonye ngokufihlakeleyo inxalenye yexabiso lentsimi?

  • Efese 4:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 ukuze singabi saba ziintsana, sikhukuliswa+ ngamaza yaye siphetshethwa yiyo yonke imimoya yeemfundiso+ zabakhohlisi+ abalahlekisa abantu ngobuqhokolo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share