2 Korinte 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Eneneni ndiyabongoza ukuba, ndakuba ndifikile, kungabikho mfuneko yokuba ndithabathe amanyathelo+ enkalipho nxamnye nabathile abasigqala ngokungathi sahamba ngokoko thina sikuko enyameni. 2 Korinte 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndandikhe ndatsho ngaphambili yaye, ngokungathi ndikho okwesihlandlo sesibini ndiyaphinda ndithi kwabo bonileyo ngaphambili nakubo bonke abanye, ukuba ndikhe ndeza kwakhona andiyi kubaconga,+
2 Eneneni ndiyabongoza ukuba, ndakuba ndifikile, kungabikho mfuneko yokuba ndithabathe amanyathelo+ enkalipho nxamnye nabathile abasigqala ngokungathi sahamba ngokoko thina sikuko enyameni.
2 Ndandikhe ndatsho ngaphambili yaye, ngokungathi ndikho okwesihlandlo sesibini ndiyaphinda ndithi kwabo bonileyo ngaphambili nakubo bonke abanye, ukuba ndikhe ndeza kwakhona andiyi kubaconga,+