IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 15:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ngamana uThixo onika uxolo angaba nani nonke.+ Amen.

  • 1 Korinte 14:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kuba uThixo unguThixo, kungekhona owesidubedube,+ kodwa owoxolo.+

      Njengakuwo onke amabandla abo bangcwele,

  • 1 Tesalonika 5:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Wanga ke uThixo woxolo+ anganingcwalisa ngokupheleleyo.+ Wanga angawugcina uphilile umoya nomphefumlo nomzimba wenu bazalwana kuzo zonke iinkalo ukuze nibe ngabangenakusoleka ebudeni bobukho beNkosi yethu uYesu Kristu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share