Roma 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 bokuba ndibe sisicaka sikawonke-wonke sikaKristu Yesu kwiintlanga,+ ndibandakanyeke kumsebenzi ongcwele weendaba ezilungileyo+ zikaThixo, ukuze umnikelo,+ oko kukuthi, ezi ntlanga, ungqineke wamkelekile,+ njengoko ungcwaliswe ngomoya oyingcwele.+ 1 Korinte 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uyintoni na, ngoko, uApolo?+ Ewe, uyintoni na uPawulos? Ngabalungiseleli+ enathi ngabo naba ngamakholwa, kwanjengoko iNkosi yamnikayo ngamnye.
16 bokuba ndibe sisicaka sikawonke-wonke sikaKristu Yesu kwiintlanga,+ ndibandakanyeke kumsebenzi ongcwele weendaba ezilungileyo+ zikaThixo, ukuze umnikelo,+ oko kukuthi, ezi ntlanga, ungqineke wamkelekile,+ njengoko ungcwaliswe ngomoya oyingcwele.+
5 Uyintoni na, ngoko, uApolo?+ Ewe, uyintoni na uPawulos? Ngabalungiseleli+ enathi ngabo naba ngamakholwa, kwanjengoko iNkosi yamnikayo ngamnye.