Yohane 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 umoya wenyaniso,+ lowo ihlabathi lingenakuwufumana,+ ngenxa yokuba lingawuboni yaye lingawazi. Nina niyawazi, kuba uhleli nani yaye ukuni.+
17 umoya wenyaniso,+ lowo ihlabathi lingenakuwufumana,+ ngenxa yokuba lingawuboni yaye lingawazi. Nina niyawazi, kuba uhleli nani yaye ukuni.+