Genesis 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+ Genesis 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kaloku, ngokuqinisekileyo uAbraham uza kuba luhlanga olukhulu nolunamandla, zize zizisikelele ngaye+ zonke iintlanga zomhlaba. IZenzo 3:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Nina ningoonyana+ babaprofeti nabomnqophiso uThixo awanqophisana ngawo nookhokho benu, esithi kuAbraham, ‘Ziya kusikelelwa ngembewu yakho zonke iintsapho zomhlaba.’+
3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+
18 Kaloku, ngokuqinisekileyo uAbraham uza kuba luhlanga olukhulu nolunamandla, zize zizisikelele ngaye+ zonke iintlanga zomhlaba.
25 Nina ningoonyana+ babaprofeti nabomnqophiso uThixo awanqophisana ngawo nookhokho benu, esithi kuAbraham, ‘Ziya kusikelelwa ngembewu yakho zonke iintsapho zomhlaba.’+