Hoseya 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Inani loonyana bakaSirayeli liya kuba njengentlabathi yolwandle engenakulinganiswa okanye ibalwe.+ Endaweni yokuba kuthiwe kubo, ‘Aningobantu bam,’+ njengoko bekufudulwa kusitshiwo, kothiwa kubo, ‘Ningoonyana boTHIXO ophilayo.’+ Yohane 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke bonke abamamkelayo+ wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo,+ ngenxa yokuba babebonisa ukholo egameni lakhe;+ Roma 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bonke abo baqhutywa ngumoya kaThixo, bangoonyana bakaThixo.+
10 “Inani loonyana bakaSirayeli liya kuba njengentlabathi yolwandle engenakulinganiswa okanye ibalwe.+ Endaweni yokuba kuthiwe kubo, ‘Aningobantu bam,’+ njengoko bekufudulwa kusitshiwo, kothiwa kubo, ‘Ningoonyana boTHIXO ophilayo.’+
12 Ke bonke abamamkelayo+ wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo,+ ngenxa yokuba babebonisa ukholo egameni lakhe;+