Galati 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa ndenyuka ngokwesityhilelo.+ Yaye ndazandlala phambi kwabo+ iindaba ezilungileyo endizishumayelayo phakathi kweentlanga, noko ke, ndazandlala ngasese kwabo babengabantu ababalaseleyo, hleze kuthi kanti ndandibalekela+ okanye ndandibalekele ilize.+ Galati 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukuba nifuna ukuvakaliswa ningamalungisa ngomthetho, nizahlukanisile noKristu;+ niphambukile kububele bakhe obungasifanelanga.+ 1 Tesalonika 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kungenxa yoko le nto, eneneni, xa ndandingasenakunyamezela, ndathumelayo ukuze ndazi ngokuthembeka kwenu,+ njengokuba mhlawumbi ngandlela ithile uMhendi+ ebesenokunihenda, kuze ukusebenza kwethu kube lilize.+
2 Kodwa ndenyuka ngokwesityhilelo.+ Yaye ndazandlala phambi kwabo+ iindaba ezilungileyo endizishumayelayo phakathi kweentlanga, noko ke, ndazandlala ngasese kwabo babengabantu ababalaseleyo, hleze kuthi kanti ndandibalekela+ okanye ndandibalekele ilize.+
4 Ukuba nifuna ukuvakaliswa ningamalungisa ngomthetho, nizahlukanisile noKristu;+ niphambukile kububele bakhe obungasifanelanga.+
5 Kungenxa yoko le nto, eneneni, xa ndandingasenakunyamezela, ndathumelayo ukuze ndazi ngokuthembeka kwenu,+ njengokuba mhlawumbi ngandlela ithile uMhendi+ ebesenokunihenda, kuze ukusebenza kwethu kube lilize.+