IMizekeliso 27:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Amanxeba othandayo athembekile,+ kodwa ukwanga kothiyayo zizinto zokubongozwa.+ Isaya 63:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa bona bavukela+ baza bawenza buhlungu umoya wakhe oyingcwele.+ Ke kaloku watshintsha waba lutshaba lwabo;+ yena walwa imfazwe nabo.+ Hebhere 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kuba lowo uYehova amthandayo uyamqeqesha; enyanisweni, uyamtyakatya wonke ubani amamkela njengonyana.”+
10 Kodwa bona bavukela+ baza bawenza buhlungu umoya wakhe oyingcwele.+ Ke kaloku watshintsha waba lutshaba lwabo;+ yena walwa imfazwe nabo.+
6 kuba lowo uYehova amthandayo uyamqeqesha; enyanisweni, uyamtyakatya wonke ubani amamkela njengonyana.”+