Yohane 8:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Mna ke, ngenxa yokuba ndinixelela inyaniso, anindikholelwa.+ Efese 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa njengoko sithetha inyaniso,+ masithi ngalo uthando sikhule+ ezintweni zonke kuye lowo uyintloko,+ uKristu.
15 Kodwa njengoko sithetha inyaniso,+ masithi ngalo uthando sikhule+ ezintweni zonke kuye lowo uyintloko,+ uKristu.