Roma 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko ke ngemisebenzi yomthetho akukho nyama iya kuvakaliswa ililungisa+ phambi kwakhe, kuba ngawo umthetho+ kubakho ulwazi oluchanileyo lwesono.+ Roma 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke kumntu osebenzayo+ intlawulo ibalwa, kungekhona njengobubele obungamfanelanga,+ kodwa njengetyala.+ Roma 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 kodwa uSirayeli, nangona esukela umthetho wobulungisa, akazange afikelele kuwo umthetho.+
20 Ngoko ke ngemisebenzi yomthetho akukho nyama iya kuvakaliswa ililungisa+ phambi kwakhe, kuba ngawo umthetho+ kubakho ulwazi oluchanileyo lwesono.+
4 Ke kumntu osebenzayo+ intlawulo ibalwa, kungekhona njengobubele obungamfanelanga,+ kodwa njengetyala.+