IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 17:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kofika kuqala kuye isandla samangqina ukumbulala, kufike isandla sabantu bonke emva koko;+ ubutshayele ke ububi bungabikho phakathi kwakho.+

  • 1 Korinte 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Isizathu senu sokuqhayisa+ asisihle. Anazi na ukuba igwele elincinane libilisa+ intlama iphela?+

  • 1 Korinte 15:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ningalahlekiswa. Unxulumano olubi lonakalisa imikhwa elungileyo.+

  • 2 Timoti 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 nemfundiso yabo iya kusasazeka njengesilonda esibhidlayo.+ UHimenayo noFileto ngabanye babo.+

  • 2 Petros 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngapha koko, abaninzi baya kulandela+ izenzo zabo zehambo evakalala,+ yaye ngenxa yabo iya kutshabhiswa indlela yenyaniso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share