Levitikus 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Ukuba kwenzekile umphefumlo+ wona ngempazamo+ kuyo nayiphi na yezinto uYehova ayalele ukuba zingenziwa, wenza enye kuzo: Mateyu 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ngaphezu koko, ukuba umzalwana wakho wenza isono, yiya usidandalazise isiphoso sakhe phakathi kwakho naye ninedwa.+ Ukuba uyakuphulaphula, umzuzile umzalwana wakho.+ Roma 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko ke ndiyabuza, Bakhubeka na khon’ ukuze bawe+ ngokupheleleyo? Nakanye! Kodwa ngenyathelo labo eliphosakeleyo+ kubekho usindiso kubantu beentlanga,+ ukuze benziwe babe nekhwele.+
2 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Ukuba kwenzekile umphefumlo+ wona ngempazamo+ kuyo nayiphi na yezinto uYehova ayalele ukuba zingenziwa, wenza enye kuzo:
15 “Ngaphezu koko, ukuba umzalwana wakho wenza isono, yiya usidandalazise isiphoso sakhe phakathi kwakho naye ninedwa.+ Ukuba uyakuphulaphula, umzuzile umzalwana wakho.+
11 Ngoko ke ndiyabuza, Bakhubeka na khon’ ukuze bawe+ ngokupheleleyo? Nakanye! Kodwa ngenyathelo labo eliphosakeleyo+ kubekho usindiso kubantu beentlanga,+ ukuze benziwe babe nekhwele.+