IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 15:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Impendulo, xa inobulali, isusa umsindo,+ kodwa ilizwi elibangela intlungu linyusa umsindo.+

  • 1 Korinte 4:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Nifuna ntoni na? Ndize kuni ndinentonga na,+ okanye ndinothando nobulali bomoya?+

  • Kolose 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngako oko, njengabanyulwa bakaThixo,+ abangcwele nabathandwayo, yambathani umsa wemfesane,+ ububele, ukuthobeka kwengqondo,+ ubulali,+ nokuzeka kade umsindo.+

  • 1 Timoti 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Noko ke, wena, mntu kaThixo, saba kwezi zinto.+ Kodwa phuthuma ubulungisa, uzinikelo lobuthixo, ukholo, uthando, unyamezelo, umoya wobulali.+

  • Tito 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 bangathethi kakubi nangabani na, bangabi ngabathanda ukulwa,+ babe ngabanengqiqo,+ bebonisa ubulali kubantu bonke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share