1 Korinte 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Musani ukubandezana,+ ngaphandle kokuba kungokuvumelana okwexesha elimisiweyo,+ ukuze ninikele ixesha emthandazweni nize nibe ndawonye kwakhona, ukuze uSathana anganihendi+ ngenxa yokuswela kwenu ukuzeyisa.+ Yakobi 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Sonke siyakhubeka izihlandlo ezininzi.+ Ukuba kukho nabani na ongakhubeki zwini,+ lowo uyindoda egqibeleleyo,+ ekwaziyo ukuwubamba ngomkhala kwanomzimba wayo uphela.
5 Musani ukubandezana,+ ngaphandle kokuba kungokuvumelana okwexesha elimisiweyo,+ ukuze ninikele ixesha emthandazweni nize nibe ndawonye kwakhona, ukuze uSathana anganihendi+ ngenxa yokuswela kwenu ukuzeyisa.+
2 Sonke siyakhubeka izihlandlo ezininzi.+ Ukuba kukho nabani na ongakhubeki zwini,+ lowo uyindoda egqibeleleyo,+ ekwaziyo ukuwubamba ngomkhala kwanomzimba wayo uphela.