Roma 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko, thina bomeleleyo sifanele sithwale ubuthathaka babo bangomelelanga,+ singazikholisi thina ngokwethu.+ 2 Korinte 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngubani na obuthathaka,+ ndize mna ndingabi buthathaka? Ngubani na okhutyekiswayo, ndize mna ndingavakalelwa? 1 Tesalonika 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwelinye icala, siyanibongoza, bazalwana, balulekeni abangalungelelananga,+ yithuthuzeleni imiphefumlo edandathekileyo,+ baxhaseni ababuthathaka, nizeke kade umsindo+ kubo bonke.
15 Ngoko, thina bomeleleyo sifanele sithwale ubuthathaka babo bangomelelanga,+ singazikholisi thina ngokwethu.+
29 Ngubani na obuthathaka,+ ndize mna ndingabi buthathaka? Ngubani na okhutyekiswayo, ndize mna ndingavakalelwa?
14 Kwelinye icala, siyanibongoza, bazalwana, balulekeni abangalungelelananga,+ yithuthuzeleni imiphefumlo edandathekileyo,+ baxhaseni ababuthathaka, nizeke kade umsindo+ kubo bonke.