Yohane 13:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ndininika umyalelo omtsha, wokuba nithandane; kanye njengoko ndinithandileyo mna,+ ukuba nani nithandane.+ Yohane 15:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nguwo lo umyalelo wam, wokuba nithandane kanye njengoko ndinithandileyo.+ 1 Yohane 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Nguwo lo myalelo asinike wona,+ wokuba lowo umthandayo uThixo ufanele amthande nomzalwana wakhe.+
34 Ndininika umyalelo omtsha, wokuba nithandane; kanye njengoko ndinithandileyo mna,+ ukuba nani nithandane.+